Missing Alert- Sizwe Brian Mthimkhulu.
Police are seeking the assistance of the public in finding a missing 35-year-old man, Sizwe…
Amagosa ezendlela abanjelwe urhwaphilizo.
Oku kuza emva kophando lweminyaka emithathu olwenziwa liCandelo lokuLwa uRhwaphilizo leSAPS. Aba bathathu babanjwe ngoLwesine.…
UMlungisi Maseko uzifumanele indawo kuMzantsi Men of Influence Awards.
UMlungisi Maseko ophuma kwilali yaseMooiplaas, Mpumalanga, uwongwe ngokusebenzisa iR1.3 yezigidi zeerandi kwintlawulo yakhe yeRoad Accident…
uKwinana onaminyaka engama-61 uthi mdala ukuba angaya entilongweni.
Owayesakuba lilungu lebhodi yakwaSAA uYakhe Kwinana uxelele inkundla kamantyi waseMonti ukuba amatyala abekwe wona ngobuqhetseba.…
Umongameli weli ugxekiwe ngumhlalutyi wezopolitiko uMoeletsi Mbeki.
Umhlalutyi wezopolitiko owaziwayo eMzantsi Afrika, uMoeletsi Mbeki, usanda kugxeka umongameli uCyril Ramaphosa emchaza njengomongameli ongameli…
Inqwelo yabangcwabi iphulukane nolawulo, yavutha ngamadatya.
Kwenzeke isiganeko esibuhlungu kwindlela iClydesdale eSprings, apho inqwelo yabangcwabi, ibiyokuthatha isidumbu kwisibhedlele sasekuhlaleni, yaphulukana nolawulo…
SIU uphanda iifem zamagqwetha arhaneleka ngokufumana iintlawulo eziphindiwe kwinto kaRAF.
ICandelo eliKhethekileyo loPhando (i-SIU) liphanda iifem zamagqwetha kunye noonothimba abali-102 abarhaneleka ngokufumana iintlawulo eziphindwe kabini…
UNambitha Mpumlwana uvalelwe phantsi kwezithyolo zokweba.
Ngokwengxelo yeSunday World, umdlali weqonga uNambitha Mpumlwana ubanjiwe kwiveki ephelileyo ngezityholo zokuba i-lipstick eDis-Chem eFerndale…
Abanjiwe abarhanelwa ukuba babulale indoda engama-44 udala.
Uphando lwamapolisa lukhokelele ekubanjweni kwabarhanelwa abane ngokubulala indoda eneminyaka engama-44 ubudala yaseKhamu, Nenga A/A, eyadutyulwa…
Abarhanelwa abane badubulane namapolisa basweleka.
Abarhanelwa abane abarhanelwa ukuba ngabaphangi, ababulali badutyulwe babulawa ngethuba bedubulana namapolisa kwindlela iDuffs Road, ngakuDumisani…

