Amalungu eCIAG azokundwendwela eMelika.
I-Cape Independence Advocacy Group (CIAG) ibhengeze izicwangciso zokuthumela igqiza labo eMelika ukuya kufuna inkxaso yezemali…
Amalungu alishumi akwa SASSA ajongeni nezityholo zobuqhophololo.
Abantu abalishumi bajongene nezityholo ezingaphezu kwe-1,300 kwityala lobuqhophololo lakwaSASSA elibandakanya imali engaphaya kwama-R260 ezigidi zeerandi.…
URAF usola ooGqirha kunye namagqwetha ngokubaxa ukwenzakala kwababangayo kulengxowa.
Ingxowa-mali yeengozi ezindleleni (Road Accident Fund - RAF) ithi kusaqhubeka kukho abantu ababaxayo ukonzakala ukuze…
uMnu. Zweli Masilela uzakuqubisana neKomishini yeMfezeko yombutho.
Unobhala-jikelele we-ANC uFikile Mbalula ungqinile ukuba unondyebo weANCYL uZwelo Masilela uzakuqubisana neKomishoni yeMfezeko yombutho kulandela…
Libanjiwe ilungu lebhodi le South African Airways.
UYakhe Kwinana (60) oyiChartered Accountant nokwayesakuba lilungu lebhodi yeSouth African Airways (SAA) ubanjiwe kwaye ujongene…
Avaliwe amakhadi eGolide kwa SASSA.
"Amakhadi eGolide akwa-SASSA aza kuyeka ukusebenza ngomhla wama-20 kweyoKwindla 2025 . Akukho baxhamli baya kukwazi…
Incedisana namapolisa iDistrict Task Team ekulweni ulwaphulo-mthetho.
Iphulo lobuntlola eliqhutywe ligqiza laseMthatha District Task Team likhokelele ekubanjweni komrhanelwa oneminyaka engamashumi amathandathu ananye…
Ufungiwise uCeba we-EFF eMbashe
UCeba uNosimpiwe Ngqola wenze isifungo sakhe ngokusesikweni phambi koSomlomo. Lo msitho ubalulekileyo ulandela isithuba sakutsha…
Azisekho iimoto zodidi okanye iinqwelomoya zodidi lokuqala zabaPhathiswa.
Azisekho iimoto zodidi okanye iinqwelomoya zodidi lokuqala zabaPhathiswa.Unobhala jikelele weANC uFikile Mbalula ubhengeze ukuba kuthotyiwe…
Indoda ebanjwe ngezityholo zokuxhwila nokubulala umfundi weBanga le-12.
Indoda eneminyaka engama-23 ubudala yabanjwa eKanyamazane, eMpumalanga ngezityholo zokubulala intwazana eneminyaka elishumi elinesixhenxe, nomzimba wayo…

