Ulishiyile eli uYolanda Nyembezi obeyimvumi kweli.
Imvumi yeAfro-soul kunye nombhali weengoma uYolanda Nyembezi, nowaziwa ngelikaYallunder, usweleke eneminyaka engamashumi amathathu.
Umprofeti uShepherd Bushiri kunye nenkosikazi yakhe uMary baza kuthunyelwa eMzantsi Afrika.
Umprofeti uShepherd Bushiri kunye nenkosikazi yakhe uMary baza kuthunyelwa eMzantsi Afrika.
Ingxelo yokwanda kwezicelo zsenkxaso-mali yoNcedo lweNtlalo SRD.
Isibonelelo se-SRD yintlawulo yenyanga engama-R370 ejoliswe ukunceda abemi boMzantsi Afrika abajongene nobunzima bemali.
A missing person alert.
Police are seeking the assistance of the public in finding a missing 23-year-old man, Aphelele…
Ulishiyile eli uSiposethu Nel ipolisa lakuGatyana.
USiposetu Nel wakuGatyana nobelipolisa eMthatha uye walishiya eli.
Indoda efunyenwe inetyala lokubulala intombi, ijongene nesigwebo.
Ufunyenwe enetyala yinkundla ephakamileyo yaseMpuma Koloni eGqeberha, uReinhardt Leach, enetyala lokubulala, ukuphanga, nokuba nompu neembumbulu…
U-SARS ukuthengisa i-Royal AM Football Club
Inkonzo yeRhafu yoMzantsi Afrika (SARS) iqinisekise ukuba izakuthengisa iRoyal AM Football Club ukuze ibuyise izigidi…
Abarhanelwa abane, abaquka abasebenzi benkampani enesivumelwano sokusebenza ekulungiseni ii-ATM eziqhushumbisiweyo, babanjiwe emva kokufunyanwa benemali emdaka.
Abarhanelwa abane, abaquka abasebenzi benkampani enesivumelwano sokusebenza ekulungiseni ii-ATM eziqhushumbisiweyo, babanjiwe emva kokufunyanwa benemali emdaka.…
Kubhubhe abantu ababini kulandela ukungqubana kwemoto yohlobo lweVW Polo kunye neveni yohlobo lweToyota kuhola wendlela uN2, phakathi kweDutywa neGcuwa.
Kubhubhe abantu ababini kulandela ukungqubana kwemoto yohlobo lweVW Polo kunye neveni yohlobo lweToyota kuhola wendlela…
Abathengisi ngemizimba ababini abagwetywe ubomi entolongweni ngokubulala indoda eneminyaka engama-29 ubudala.
URefilwe Mokgotlo kunye noJulia Rihlampfu bagwetywe yiNkundla ePhakamileyo yaseRhawutini ngokukrwitsha le ndoda ngentambo yokutshaja iselula.…

