Indoda ebanjwe neziyobisi ezixabisa iR9 million kulindeleke ukuba ivele kwinkundla kamantyi yakuKomani namhlanje.
Indoda ebanjwe neziyobisi ezixabisa iR9 million kulindeleke ukuba ivele kwinkundla kamantyi yakuKomani namhlanje. Ubanjwe ngempelaveki…
I-SASSA kunye ne-Postbank zibongoza abaxhamli begranti yezentlalo-ntle ukuba batshintshe amakhadi abo aGolide akwa-SASSA benze amakhadi aMnyama asePosini amatsha phambi komhla we 28 February.
Onke amaKhadi eGolide akwa-SASSA akhoyo akumntu wonke aza kuyeka ukusebenza ngomhla wama-28 kuFebruwari 2025, nokuba…
Inkondekazi yaseMqanduli iphila ngokugaqa okosana
Umakhulu uNoyalile Sineyi (76) wophuka amatyeli amathathu emilenzeni kwaye kudizwa ukuba ugqirha wamxelela ukuba akazuphinde…
Umbutho we-EFF ukhuphe iR100,000 kwisikolo sikarhulumente saseRhawutini, iLufhereng Secondary School eSoweto, njengenxalenye yephulo lombutho elithi umntana esikolweni elijolise ekuxhaseni izikolo ezisweleyo.
Umbutho we-EFF ukhuphe iR100,000 kwisikolo sikarhulumente saseRhawutini
UAmanda Magadlela ngumzekelo oqaqambileyo wokuba imfundo ayigugelwa.
Kwiminyaka engama-26 ubudala, wenza isigqibo sobukroti sokubuyela esikolweni, eMdeni SSS kwisikolo esizinze eDutywa ukuze aphinde…
Umphathiswa wezokhuselo uAngie Motshekga ugxekwa yi ActionSA ngokubhubha kwamalungu e-SANDF.
I-ActionSA igxeke izinto eziphambili kumphathiswa wezokhuselo kunye namagqala omkhosi uAngie Motshekga emva kokubhubha kwamalungu e-SANDF…
Inyanga ka February kukhangeleka izakuba yinyanga enzima kubaqhubi bezithuthi nanje ngoko kulindeleke ukunyuka kwamaxabiso wamafutha wezithuthi.
Ngokweenkcukacha zamva nje zeCentral Energy Fund, amaxabiso edizili anokunyuka ngaphezulu kweRandi enye ilitha, ngelixa ipetroli…
Umbutho i-EFF inikezele ngee laptop kwisikolo esise Soweto i-Ekuthuleni.
Inqununu yesikolo samabanga aphantsi i-Ekuthuleni eSoweto, uMnu. Munyai, ubulele i-EFF ngokunikela ngeelaptop ezingama-46, ipeyinti kunye…
Umbutho woKhuselo weSizwe woMzantsi Afrika (iSandu) uvakalise inkxalabo malunga neengxelo zokwenzakala nokubhuba kwamalungu e-SANDF atyalwe eDemocratic Republic of Congo (DRC).
Umbutho woKhuselo weSizwe woMzantsi Afrika (iSandu) uvakalise inkxalabo malunga neengxelo zokwenzakala nokubhuba kwamalungu e-SANDF atyalwe…
Umbutho wolutsha weAfrican National Congress Youth League (ANCYL) uthi iinkampani zemigodi zihluthe izimbiwa zeli logama zinika imbuyekezo encinane kwiindawo ezisebenza kuzo.
NgoLwesihlanu, umbutho wolutsha kunye nombutho wolutsha we-National Union of Mineworkers (NUM) babambe uqhankqalazo ngaphandle kweBhunga…

