Kubanjwe Abaqhubi Abayi-451 eMpuma Koloni
Iphondo leMpuma Koloni libhengeze ingxelo yokuba kubanjwe abantu abangama-451 beqhuba benxilile Isebe lezothutho eMpuma Koloni…
Amalungu osapho aphulukene nobomi babo kwingozi emasikizi kuN6 ngaphandle kwase Chumakala
Isebe lezothutho eMpuma Koloni livakalise ukudandatheka kwalo yingozi ehlasimlisa umzimba ethathe ubomi babantwana ababini kunye…
Apartheid-era operatives accused of using HIV/AIDS as a weapon.
According to an article published by Sunday World news, shocking allegations have surfaced that apartheid-era…
Police launch search for missing three-year-old in Ntabankulu
Police in the Eastern Cape have launched an urgent search for a three-year-old boy who…
Infant dies in N2 Kei cuttings crash
An infant, believed to be three months old, died in a three-vehicle collision on the…
Umphathi wePSL ubanjiwe kwaye ujongene nezityholo zobuqhetseba kunye nokuxhaphaza imali UMphathi-Jikelele uAce
Ngcobo kunye nenkosikazi yakhe bavele kwiNkundla kaMantyi eBellville eKapa ngezityholo zobuqhetseba kunye nokuxhaphaza imali ngokungekho…
UZolisa Doli ugwetyiwe yinkundla ibihleli eGcuwa.
Inkundla ephakamileyo ibihleli eGcuwa imgwebe ubomi uZolisa Doli (34) ngetyala lokubulala intombi ebencuma nayo uSixolile…
Umphathiswa wepondo uthetha namadoda kuGatyana namhlanje
Inkulumbuso yephondo leMpuma Koloni, uLubabalo Mabuyane, uthetha kwindibano yesithili yamashumi asithoba anesine yoNyaka yaMadoda eqhubekayo…
Kufunyanwe iziyobisi kunye ne nqwaba yeefowuni kwiziko loLuleko.
Kufunyenwe inqwaba yeziyobisi neefowuni nezinye izinto ngethuba kugqogqwa iZiko loLuleko eQalakabusha kuNxweme olukuMntla waseKZN. Zifunyenwe…
Ukunyuswa kweVAT nge 0.5%.
Umphathiswa wezemali uEnoch Godongwana uthi iDA ibhalele umongameli uCyril Ramaphosa imbalelwano ivuma ukunyuswa kweVAT nge0.5…

