Kubhubhe abantu ababini kulandela ukungqubana kwemoto yohlobo lweVW Polo kunye neveni yohlobo lweToyota kuhola wendlela uN2, phakathi kweDutywa neGcuwa.
Kubhubhe abantu ababini kulandela ukungqubana kwemoto yohlobo lweVW Polo kunye neveni yohlobo lweToyota kuhola wendlela…
Abathengisi ngemizimba ababini abagwetywe ubomi entolongweni ngokubulala indoda eneminyaka engama-29 ubudala.
URefilwe Mokgotlo kunye noJulia Rihlampfu bagwetywe yiNkundla ePhakamileyo yaseRhawutini ngokukrwitsha le ndoda ngentambo yokutshaja iselula.…
Indoda ebanjwe neziyobisi ezixabisa iR9 million kulindeleke ukuba ivele kwinkundla kamantyi yakuKomani namhlanje.
Indoda ebanjwe neziyobisi ezixabisa iR9 million kulindeleke ukuba ivele kwinkundla kamantyi yakuKomani namhlanje. Ubanjwe ngempelaveki…
I-SASSA kunye ne-Postbank zibongoza abaxhamli begranti yezentlalo-ntle ukuba batshintshe amakhadi abo aGolide akwa-SASSA benze amakhadi aMnyama asePosini amatsha phambi komhla we 28 February.
Onke amaKhadi eGolide akwa-SASSA akhoyo akumntu wonke aza kuyeka ukusebenza ngomhla wama-28 kuFebruwari 2025, nokuba…
Umbutho woKhuselo weSizwe woMzantsi Afrika (iSandu) uvakalise inkxalabo malunga neengxelo zokwenzakala nokubhuba kwamalungu e-SANDF atyalwe eDemocratic Republic of Congo (DRC).
Umbutho woKhuselo weSizwe woMzantsi Afrika (iSandu) uvakalise inkxalabo malunga neengxelo zokwenzakala nokubhuba kwamalungu e-SANDF atyalwe…
U-Eugene Botha ugwetywe ubomi ngokubulala izihlobo zakhe.
U-Eugene Botha ugwetywe ubomi ngokubulala izihlobo zakhe.
Amadoda amahlanu abethwe abhubha eNanda, eKZN.
Amadoda amahlanu abethwe abhubha eNanda, eKZN. Imizimba yamadoda amahlanu ifunyenwe ngentseni yangoLwesihlanu kufutshane nesikolo samabanga…
Umqhubi weteksi uthyolwa ngukudlwengula intwazana ibikwele kwiteksi yakhe.
Kubanjwe umqhubi weteksi yaseMakhanda oneminyaka engamashumi amane anesithathu (43) ngezityholo zokuzithathela ngolunya kulomhlaba ungezantsi kwintwazana…
Ipolisa elinamashumi amane eminyaka ubudala laseMalmesbury libanjiwe ngezityholo zokudlwengula owasetyhini oneminyaka engamashumi amane ananye esiseleni samapolisa.
Ipolisa elinamashumi amane eminyaka ubudala laseMalmesbury libanjiwe ngezityholo zokudlwengula owasetyhini oneminyaka engamashumi amane ananye esiseleni…
Indoda (28) ibanjelwe ukuba nomntwana nentwazana eneminyaka elishumi elinesithathu (13) ubudala.
Indoda (28) ibanjelwe ukuba nomntwana nentwazana eneminyaka elishumi elinesithathu (13) ubudala.

